Qalakabusha

Mama's chat


You are not connected. Please login or register

Milk at Night

View previous topic View next topic Go down  Message [Page 1 of 1]

1 Milk at Night on Wed Apr 28, 2010 3:30 pm

Listo


Baby
Baby
hey mumies, my LG (2 yrs.5 months ) still drink her Nido at night, once she wake around 03:00 she call fot it "mama ndifuna ingxangxa" hw can i make her stop drinking it? coz as result i have to put her on a nappie at night. she dont drink it during the day and she dont put a nappie anymore during the day.

2 Re: Milk at Night on Wed Apr 28, 2010 3:46 pm

Mawawa

avatar
Baby
Baby
simple..... just dnt give it to her when she wants it.......she'll cry, bt eventually she'll get usd to it, these babies knws exactly how to control us.

remember hw difficult it was to wean P off breast? bt had to put my foot down and tell him NO, u're not getting any "Ncanca" and he's a happy chap now, no ncanca for him, and he sleeps rite thru. The time he was still BF he usd to wake up 2-3 times for his Booby, now he wakes up in the morning only.

3 Re: Milk at Night on Wed Apr 28, 2010 3:48 pm

Leko

avatar
Lion
Lion
Eish inzima ngempela le ye night feed Listo, Tumza was the same, she loved it to bits, aphuze about 3bottles ebusuku, aqede achame kube manzi yonke into, from linen to pj's. But the day enga decider ngayo, ukuthi akasaliphuzi, ngathi ngililahle ku bin, the time elifuna ebusuku, wakhala waze wazithulisa, ngilokhu ngithe alikho, ngamthembisa nenduku. until ajwayele ukuthi alisekho, likhona ngilifihle ekhabetheni. ngamshela nokuthi she's a big girl manje engasalidingi ibhodlela. Kugcina kulungile esejwayele ukuthi alikho.

4 Re: Milk at Night on Wed Apr 28, 2010 3:50 pm

Leko

avatar
Lion
Lion
ha Mawawa akukho lula, ngoba the time ekhala uyazela ufuna nokulala, uyamdabukela naye ukuthi uzwa ubuhlungu, ungaba tempted to give in, umnike lento ayifunayo, but kumele ube strong & put u foot down, but uzokhala shame angeke ngidlale ngawe.

5 Re: Milk at Night on Wed Apr 28, 2010 4:01 pm

Mawawa

avatar
Baby
Baby
yep bayakhala off course, bt its 2-3days then u'll be both happy after that, u just need to be strong and do it.

6 Re: Milk at Night on Wed Apr 28, 2010 4:17 pm

Listo


Baby
Baby
xandithi alikho uthi " hambo lenza" ukuze uqonde uba kuncanca iguda elidala.

Thanks ladies i'l put my foot down now ndiyeke ukumsizela xa ekhala until ajwayele bt hee its not easy.

7 Re: Milk at Night on Wed Apr 28, 2010 4:49 pm

KupCake

avatar
Lion
Lion
Mawawa wamyekisa enangaphi ibele u Inathi? Mna adiqondi ndingaze ndisokole kakhulu xa ndingamfaki ibele u KG uvele azifakele umnwe wakhe emlonyeni umntana ancance alale. Caba uthi andizuku cenga ngebele lakho mfazi ndini.

Good luck Listo ne!

8 Re: Milk at Night on Wed Apr 28, 2010 5:08 pm

Mawawa

avatar
Baby
Baby
kupcake wrote:Mawawa wamyekisa enangaphi ibele u Inathi? Mna adiqondi ndingaze ndisokole kakhulu xa ndingamfaki ibele u KG uvele azifakele umnwe wakhe emlonyeni umntana ancance alale. Caba uthi andizuku cenga ngebele lakho mfazi ndini.

Good luck Listo ne!

ndimyekise ena 2yrs, 1 month Kupcake.....lol, ebesele ezithathela sana klk ngoku, iTops zam ziqhaulwa nama qhosha lela xhego tjo.

9 Re: Milk at Night on Thu Apr 29, 2010 9:02 am

Lebza

avatar
Sgora
Sgora
Listo wrote:xandithi alikho uthi " hambo lenza" ukuze uqonde uba kuncanca iguda elidala.

Thanks ladies i'l put my foot down now ndiyeke ukumsizela xa ekhala until ajwayele bt hee its not easy.



tli tli tli tli! yhu hayi nguNongqiza lowo Listo! Laughing

Kwakunzima ukuyekisas uLebza iDummy sana yho! we had 4 sleepless nights! Naye usancanca ebusuku, but ndiyamtshintsha, ndimika iRooibos or Infacare 3 ebusuku, ndifuna ukuTryer iNido ngoku or ndimyekise at all! Uveske athi xa eyifuna: EYAM akhombe every where!

10 Re: Milk at Night on Thu Apr 29, 2010 9:40 am

Yaya


Lion
Lion
Lebza wrote:
Listo wrote:xandithi alikho uthi " hambo lenza" ukuze uqonde uba kuncanca iguda elidala.

Thanks ladies i'l put my foot down now ndiyeke ukumsizela xa ekhala until ajwayele bt hee its not easy.



tli tli tli tli! yhu hayi nguNongqiza lowo Listo! Laughing

Kwakunzima ukuyekisas uLebza iDummy sana yho! we had 4 sleepless nights! Naye usancanca ebusuku, but ndiyamtshintsha, ndimika iRooibos or Infacare 3 ebusuku, ndifuna ukuTryer iNido ngoku or ndimyekise at all! Uveske athi xa eyifuna: EYAM akhombe every where!

Yho Lisyo ngunondala lo ude athi hamboyenza Laughing i think uOlu uyekile ibhodlela ebusuku for 2 days akasavuki ebusuku Very Happy

11 Re: Milk at Night on Thu Apr 29, 2010 10:36 am

Leko

avatar
Lion
Lion
That's why kumele uvuke naye niye ekitchen uvule amakhabethe lapho lihalala khona abone ukuthi alikho. Mese uthi akalithathe yena if elibona. Uzosho kuqala ukuthi alikho mese uthi uyabonake asiyolala.

12 Re: Milk at Night on Thu Apr 29, 2010 12:06 pm

Street Mommy

avatar
Mbungulu
Mbungulu
Yho Listo, hayi ngeke ndilunge

Mna uCeba uncela i S26 Gold 3 at around 5am, he sleeps through the night as well.

Mna I cannot do any teaching or discipline with his dad around. He just give in amnike le nto ayifunayo.

I have not had any problems with weaning him on anything, boob, dummy.

Ingxaki ngamanzi ne Juice yho hayi ke silwa kubenzima.

13 Re: Milk at Night on Fri Apr 30, 2010 11:26 am

Leona

avatar
Baby
Baby
hayi ayikholula tu sana worse usazi uvuka uphangele,and shame owam u good ekukhaleni akukholula worse xa usazi ungxolela nabanye abantu,mna Listo ndivele ndeze i tea engena swekile urhabula kangangecephe andinike back athathe isonke sakhe alale,so kusa i nappy isomile,then

14 Re: Milk at Night on Thu May 06, 2010 2:28 pm

Listo


Baby
Baby
Feed back ladies

thanks nge advises ladie.

ndimxelele uba alukho ubisi xa elufuna for 3 night. now ukhohliwe ulala throu out the night bt ulala kade ngoku.

Sponsored content


View previous topic View next topic Back to top  Message [Page 1 of 1]

Permissions in this forum:
You cannot reply to topics in this forum